Madoda Bafazi mamelani.
Le nyewe yinyewe yelali.
Itya kum itye kuwe itye nakubani.
Ndikhumbula ndihlupheka ndingena bani.
Ndisitya amanyiki ndinga khathali.
Ndiyazile ngeliny’ilanga iyekumnka.
Madoda bafazi yazini
Inkosi yabethelelwa emnqamlezweni.
Ifuna kuxolelwe izono zaboni.
Ngoko hlalani nihleli ETHEMBENI.
Ubuhlwempu ngokubuya kwenkosi buphelile.
Sakuwava amaxilongo sele sibhubhile.
Siyazi ingakhala ingqangqolo kusile.