Ndikhule ndihlala no sapho lwam kuquka no tata ephangela. Xa ndandine minyaka esibhozo utata wayeka. Umama wayengaphangeli kwaye kwabanzima kakhulu ekhaya. Umama wayenabantwana ababini abancinci kwakunzima ukuba batye kuba babe ngena bisi kodwa umama waba yimbokodo wasikhulisa noxa kungekholula, kodwa akazange asishiye okanye asilahle. Wenza umsebenzi wakhe njengo mzali, ndiyamthanda Umama