FunDza Logo
Menu Search Login
For the best FunDza experience, login to FunDza.

Incwadana Emnyama

Author
Zimkhitha Mlanzeli
Publisher
FunDza Literacy Trust
Language
isiXhosa
Licence
All Rights Reserved.
Length
Long
Topics
Human Drama
4
Login to Like.
0

UDave ngudlalani othile. Uyinto yonke phofu: uncumo lwakhe, ubuncoko, ukubetha kolwimi, isinxibo esinomtsalane kunye nomzimba ofana nqwa nokaChadwick Boseman. UTumie yena wahlukile: ubhityile, uneentloni kwaye wenza izinto ezingaqhelekanga xa ephakathi kwamantombazana. Kodwa xa uDave ethe wajongana nentombi ethandwa nguTumie, kukhululeka yonke into.

This story is also available in English: The Little Black Book

  • Incwadana Emnyama - Isahluko 1
  • Incwadana Emnyama - Isahluko 2
  • Incwadana Emnyama - Isahluko 3
  • Incwadana Emnyama - Isahluko 4
  • Incwadana Emnyama - Isahluko 5
  • Incwadana Emnyama - Isahluko 6
  • Incwadana Emnyama - Isahluko 7
  • Incwadana Emnyama - Isahluko 8
  • Incwadana Emnyama - Isahluko 9
  • Incwadana Emnyama - Isahluko 10
  • Incwadana Emnyama - Isahluko 11
  • Incwadana Emnyama - Isahluko 12
Login to Comment
Go to Library
HOMEABOUT UST&C'sCONTACTHELP
© 2021 FunDza