USonny nabahlobo bebesoloko becinga ukuba iLong Street sesona sitalato sigqwesileyo ngobuhle ehlabathini kuba kulapho badlalela khona imidlalo yabo emikhulu yeqakamba! Bonke abantu basekuhlaleni bayakonwabela ukubabukela xa bedlala – ngaphandle kukaMnumzana Peterson. Xa nje ibhola yabo ithe yawela esitiyeni sakhe, ifana neduke umphelo. Ngoku izinto ziyaguquka – abantwana abasayikukwazi ukudlala iqakamba kwakhona eLong Street. Ingaba uSonny nabahlobo bakhe baza kuyeka umphelo ukudlala iqakamba?
This story is also available in the following languages:
English
Afrikaans
Sesotho
Sepedi
IsiZulu
***
This story was provided courtesy of the Nal’ibali reading-for enjoyment campaign. For information about the campaign, or tips and ideas on how to read and share stories with children, visit www.nalibali.org