Uthando lwakho luyandi thuthuzela,
Wandithanda ebuntwaneni bam,
Uthando lwakho luza nolonwabo
Kunye nenkululeko.

Nobasendihamba ebemnyameni,
Amehlo wam engaboni wena uyakwazi,
Ukundithuthuzela ngothando lukamama.
Uthando olungena mimmiselo kunye,
Nemiqathango.

Kwintliziyo yam uzohlala unendawo,
Egcwele luthando kunye noxolo.