Ndikhulele kwintsapho ebinjongelwe, phantsi maxesha onke abantu bekubiza ukuthi awungomntu awusoze ufezekise nantoni Na enkulu kwaye ebalulekileyo ebomini bam.

 

Ukuxelelwa yonke imihla ukuthi uwunanjongo onoyifeza ndingumntu nam kwaye ndine mvakalelo.

 

Kodwa ndazi xelela ukuthi sobe ndivume ukuphila ubomi bobukhoboka; ndingangabi nabo abazali abazondi Bamba izindla ngeentsuku zobumnyama.

 

Ndinokholo ukuba umdali uzondibonisa ukukhanya kwaye aphinde andikhokele ukuya kwikamva elingcono;

kubalulekile ukuba nokholo kunye Nomonde ungumntu.