Abheduzil’amabhedengu ebhud’ebhabhama ezixelumbhali ebhibhid’amazinyo.

Be rhanqa berhaqwe sisirhama.

Uyabona apha emhlabeni uphila nabantu awuphilelu bantu.

Ungaze uyenze impazamo yokuba uthembe umntu ngokuba utshaba lwakho uhleka nalo.

Imihla nezolo zifundise ukuba iingxaki zakho zithethe noThixo okanye abazali bakho.kuba soze bahlekise ngawe apha emhlabeni umntu uthatha ithiba kuba esazi lukhulu ngawe!!

Kwakhona guqa ngedolo uthi Thixo ukuba kwenzek ngentando yakho kulungile,kodwa kuzodlula.

E.Hlwayi