Ukukukhanya kwam

Lang’elihle

Kwamhlophe qhwa

Bekumnyam’entla

Latshwemehlweni

Avuka abonukusa

Yaxel’intliziyo

Ngumhla omtsha

Langa linye