Mawethu uluntu lulahlekile aluyazi eyona kuyiyo nekungayiyo. Khanifundise intsana kananjalo nabantwana abasakhasayo ngenkolo yomnt’omnyam.

Andithi makuphindelwe embo ntonje makugxininiswe lento yenkolo emntwini omnyama (Black Person) ngoko singavuleka amahlo sibona ngcona.

Andigxeki nkolo yamntu nindive kwaye nindivisisise sizukulwane sikarharhabe uba ukholelwa elityeni, emthini, emntwini, ku…Jesus, ulungile ukuba yonke lonto iyakusebenzela kodwa ningathi izinyanya ngama…DEMON.

  • BRING BACK OUR OUR SPIRITUALITY
  • AMANYANGE
  • UBIZO