Uthobani ngumhlobo kaLizo, unyana wenkosi. Uthobani ke lo akafani noLizo, oleqeka emva kwamantombazana. Uthobani akakhanuki mantombazana. Umfo lo uzithandela uLizo. Kuzakwenzeka ntoni xa emxelela oku?
This story is also available in English. Click here to read Thobani and Lizo.