U-Mudira ufuduke eZimbabwe waya eKnysna. Uyasokola ukuqhela isikolo sakhe esitsha kwaye chitha ibhreyikhi bganye eyedwa efunda. Emva koko uBulelwa odumileyo wangumhlobo wakhe. Kodwa ayinguye wonke umntu owamkela ubuhlobo babo. Xa kuqala imililo, isoyikisa ukutshabalalisa yonke into, ayizinto zabo nje ezitshayo.
Elibali liyafumaneka ngeEnglish, lifunde apha: Love Aflame