UThato sele efudukele kwizixeko eziliqela, ekunye nesithandwa sakhe aza kutshata naso, uKabelo, onomsebenzi omtsha omnxaphisayo. Yena akaphangeli, udikwe yinto yonke kwaye ulilolo. Kuye kwenzeka ke ukuba azibhaqe edibana nenenekazi eliselitsha elinomtsalane, ze emva koko kuthi gqi iimvakalelo ebezingalindelekanga ezibe ngunobangela wombhodamo ozayo ngaphambili.
This story is also available in English – Follow My Heart