FunDza Logo
Menu Search Login
For the best FunDza experience, login to FunDza.

Egutyungelwe ligazi

Author
Lukhanyo Matshebelele
Publisher
FunDza Literacy Trust
Language
isiXhosa
Licence
All Rights Reserved.
Length
Medium
Topics
Human Drama
9

UPhumlani ngamathe nolwimi nomntakwabo omkhulu uZanoxolo-noxa umama wabo ethiwe lwale kukugqama  kwakhe kunokuba aqaphele ukuba uPhumlani yincutshe kumdlalo weqakamba. La madodana alekelanayo avana kakhulu akukho sikrokro santo- de kube yenye intsasa apho ubomi babo batshintsha khona, butshintsha umphelo, mhla ubomi babo bagutyungelwa ligazi…

This story is also available in English: Covered in Blood

  • Egutyungelwe ligazi - Isahluko 1
  • Egutyungelwe ligazi - Isahluko 2
  • Egutyungelwe ligazi - Isahluko 3
  • Egutyungelwe ligazi - Isahluko 4
  • Egutyungelwe ligazi - Isahluko 5
  • Egutyungelwe ligazi - Isahluko 6
Login to Comment
9 Responses
Saze samnandi isixhosa ❤️❤️🙏 now lemme read the entire story
Sive Mkalipi · 5 months ago
Yhoo ndisazidl qhuba bhut wam 😔😔
Qayisa · 2 years ago
Mmmmmh lamnandi ibali libuhlungu Sicela elilandelayo
Pongo15 · 2 years ago
Laphela ndingalindanga ibali lisemnandi, qhubeka bhuti ubhala amabali afundisayo nezinto ezenzekayo
Lamangwevu_33 · 2 years ago
Limnandi kakhulu ibali lako kwaye liyafundisa Mazenethole
Zubenati6 · 2 years ago
That's painful😭😢 and also interesting though
A/A · 2 years ago
Inikeza umdla n iyafundisa qha iphele isajinga NTINGA NTAKA NDINI! !
Glenrose · 5 years ago
This is a painfull story but interesting 😢😢
Anenkoc · 5 years ago
Jhoo what an interesting book,sangayivuyela nenye bhut wam
Alakhe Ngcondo · 5 years ago
Go to Library
HOMEABOUT UST&C'sCONTACTHELP
© 2023 FunDza