Oyena-yena mhlobo uthandwayo nguLayla nguShireen, ngaphandle nje kokuba uShireen uthanda ukuba yincutshe kuzo zonke izinto! ULayla uzithanda kakhulu iiphazili zemifanekiso kwaye uboleka iphazili entsha kwithala leencwadi qho ngeveki. Xa uShireen eze kudlala, uLayla ufuna ukudibanisa iphazili yakhe entsha. UShireen unezinye izicwangciso kwaye usoloko efuna ukudlala imidlalo azaziyo ukuba uyincutshe kuyo. Oku kungabutshabalalisa ubuhlobo babo.
This story is also available in the following languages:
English
Afrikaans
isiZulu
Sepedi
Sesotho
***
This story was provided courtesy of the Nal’ibali reading-for enjoyment campaign. For information about the campaign, or tips and ideas on how to read and share stories with children, visit www.nalibali.org