Akuphuma loomazwi kuloomlomo
Kwathi xhungu umbhono
Kwabuhlungu esibelekweni
Ndaweva amehlo engabangabaza
Intliziyo ilihlwili
Amadolo awaqhokrwanga andyongondyongo
Sele ndizobona sendityikitya lemigcana
Ngulomzobo utyabekwe ngalazwi uwagabhe ngaloomlomo ndisak’ba ndiyawuhlonipha