UBontie umhlobo kaLeah ucinga ukuba ubomi kungokuthandana nabafana kuphela. ULeah akaqinisekanga kangako. Ukwafuna nomsebenzi ozakumonwabisa. Usebenza kwikhaya elikhathalela abantu abadala kwaye uyawuthanda, nangona unemingeni. Phofu, oku kwabanjalo de kwangumhla awayekhathalele uNksz. Kusane omdala, nondwedwe lwakhe olungaqhelekanga – bodwa nje.
This story is available in English: All About the Guys.