Ingase onke amanina azi xakuthiwa
yilwa ntombo kuthiwa yilwa
nesiqusakho uzithande
uzixabise.
Wenze yonke into entle oyifunako
esiqwini sakho
usebenze uzityele imali yakho
akhomntu ozokubuza
kwaye kungekhomntu
ozokungxolisa uphila
impilo yakho Mos.
Xakuthiwa yilwa ntomboo akuthethwa ngoba
Loya amanye amantombazana (OoK bakho)
ube uBusy uthengana
nezichito for umntu ongenatyala.
Xakucaba ufuna umkhupha emntwini
wakho kungcono uthethe
nalo wasukela intombi.
Sies Amantombi ngobunyoka Tyhini
songade ubulale omnye umntana
ephila ngenxa yendoda engakulobolanga?
Heyìi isibindi esingaka sokumane
ubona lantombi wayifaka isichito igula ngenxayakho usithathaphi?.
Ingathi umntu ngelwela indoda yakhe
eyamfaka iring not le yomdlalo.
Hayii ngumdlalo kaloku lo ngoba kaloku uzakum namhlanje kusasa knti uyakomnye.
Masizithande Lady’s singaloyani sodwa
Ibuhlungu lento eniyenza kwabanye abantwana.