Uxolo

Uxolo malubenathi Sonke

Ezinkathazweni Zonke

Masivane ngamaxesha onke

Sibe yimbumba yamanyama

Uxolo lufuna intliziyo ethandayo

Uxolo lufuna Abantu abamkelayo

Mawethu lahlani inzondo namashwa aphele mawethu lahlani umona ingxaki ziphele

Yamkelani izizwe zehlabathi eAfrika

Babukeni abantwana be Afrika eAfrika

Yibani sisizwe esinoxolo

Yengxindilili ye gram iyhooo