Ngenye imini liyokhala ixilongo
Ngenye imini nakum liyonditshonela ilanga
Ndisabele ubizo lwam lokusinga ezweni lomoya
Apho ndizobe ndidibene no khokho bam
Ntsapho zakuthi mhla lafika elo langa ningandikhaleli
Kuba kuzobe kufike ixesha lam lokuya kwi Nkonde ne Nkondekazi ezingasekhoyo
Ntsapho zakuthi xandiwushiya lomhlaba ndiyayazi ndizobe ndishiye esikhulu isingqala kodwa zenazi ukuba ndizobe ndinani ngalo lonke ixesha ngokomoya.
By Lunga Dar poet