Indoda Must !!

It is the most term used

To tell a man on how to treat you

Had a brother who really loved her

Kodwa wab’ eyimel’ ukuba

Indoda Must 

Umntaka mama ebenetyala ngokumthanda

Ndithi ebesel’ ebhatal’ amatyala kaYis’ ongamkhulisanga

She used to text

Yhoo !! Baby andisabawel’ iDunked wings 

I mean, my brother died due to a woman

Who failed to cover up her own cravings

He found it as his duty

To buy all the gifts

Pay all the dates

And all she offered to my brother was fake love

And a pussy that served the whole community

Ndith’ umntaka mama ebesel’ ekhupha ne-girlfriend allowance

To someone who simply covered intloko ngenwele zentengo

Kub’ efun’ ugquma ifokotho elingasebenziyo

Indoda Must

Lelona lizwi elishiy’ abantakwethu ematyaleni

Njee ngenxa yomntu esolok’ ethi

a Savannah would do me good this weekend

Looking at it all

Umntaka mama ebengathandw’ okwenyani

Kodwa she loved what he could bring etafileni

This is what led uMalwande ematyaleni

Njee !!

Ngenxa yamazwi aphuma kwizidenge

Acinga yonk’ into luxanduva lwendoda

Babe bebhatalis’ abantwana babantu amatyala oo so called absent fathers 

Indoda Must

It is the most term used

To tell a man on how to treat you

Had a brother who really loved her 

Kodwa wab’ eyimel’ ukuba 

Indoda Must 

Umntaka mama ebenetyala ngokumthanda

Ndith’ ebesel’ ebhatal’ amatyala kaYis’ ongamkhulisanga

Indoda Must

Killed my brother…!