Kwilali yase vuli kwakuhlala intombazana engu Nokuzola,u Nokuzola wayenga fundanga kwaye Bantu bemthathela phantsi.u Nokuzola waswelekelwa ngabazali esemncinci,ze wazi khulisa.

Bekunzima kuNokuzola kuba bekubakho amaxesha okuba a lale engatyanga ngenxa yemo akuyo,nalapha ekuhlaleni beb’biza ngamagama ngenxa yokuba akananto .Waye soloko enxibe lelokhwe inye ,Bantu belalo babesoloko bengaboneli nto Engle.

Kuthe xakuza kuphela I veki u Nokuzola uye wacinga ukuhamba kulelali Ayoqala ubomi obuncono.uye wathatha imali engange R50 ze wavala ikhaya lakhe wamka,iyeyafika I bus yabathatha yayibabeka ekapa.

UNokuzola wayemangazwe bubuhke bekapa ,kuthe xa lishona ilanga waqala woyika kaloku wangazazi uzolala phi.Uye wabona ikona ze walala kulo Kona.

Uthe akuvuka ekuseni wahamba waya kwi ndawo ekuhlakuyo abelungu ze waqalisa ukukhangela umsebenzi , abelungu babe soloko besithi(go away).Uyewaqa walala ithemba ,uthe esahleli wabona sekumisa imoto emnyana .uyewacaza ibali lakhe u nokuzola .zelo mama wamnika indawo yohlala nomsebenzi.

Uye waphela unyaka esebenza kwe likhaya kumnandi.kuthe ngenye mini weva u madam wakhe esithi bafuna umntu ozabathungela I mpahla zokuya kwi ball , uNokuzola uye wakhawuleza wathi”madam ndingakwenzela ilokhwe”hayke u nokuzola wenza adumengako .kwisuku lwesibini yalunga ilokhwe zange akholelwe u madam .uye wahamba exelela Bantu ngomsebenzi Ka nokuzola nditsho nakwikundla zonxebelelwano ,Bantu bebefika befikile ukuzothungisa ilokhwe.

Kuthe xakuphakathi enyakeni uNokuzola uye wavula ishishini lokwenza nelokuthengisa impahla , indlala iyeya tshabalala ku nokuzola ebesisityebi nditsho e bevela naku mabonakude , uNokuzola wayengamntu wokuqala apha emzansi ukwenzela u Beyonce .u nokuzola uyewabuyela ezilalini enemali Bantu babengakholelwa ukuba ngunokuzola.uNokuzola uye wamxolela unina no Dade wakhe ngezinto bebezenza kuye.