Wathi akubuya ekhaya uGugu ngeholide ngexesha wayefunda phesheya, akakwamkela okwenzekileyo ngexesha angekhoyo. Akavumi ukunikezela ngothando alushiya ngasemva. Kodwa kuza kwenzeka ntoni xa ezama ukulufumana kwakhona?
This story is also available in English: Forbidden Love