UBukiwe uqala ukwazi ngothando nezesondo. Emva koluthando, obenomdla wesondo kuphela, ufumana uthando kuBhekifa. Kodwa ingaba olu thando luya kumelana nokuza kwenzeka kuBukiwe xa abazali bakhe bemsa ‘kwiholide’ eMpuma Koloni?
This story is also available in English: Stolen Away