Iza, dlala ibholo nathi.

Iza, duda nathi.

Iza, udlale umabhaqelana
nathi.

Iza ufunde nathi.