Usoloko enam
Endivikela njalo
Uhlezi eseduze kwam
Endinik’ithemba

Uyandikhanyisela
Undinik’amandla
Undinik’injabulo
Undinik’ukuthula.

Uyandikhuthaza ngamaxesha onke.
Ngumhlengi wam.

Wenza izinto ngexesha lakhe.
Uyandilinda ndiphelelwe ngamandla.
Uyandilinda ndiphelelwe lithemba.
Kuba ufuna ndifunde ukubekezela.
Ukuze ndizokwazi ukuphumelela.

Ndiyamthanda kakhulu
Uyikhonkonke empilweni yam.