Ubukade ulukhanyiso! Uyintyatyambo
abazali bejonge kuwe
ubuzidla ufanelekile
ubuyintombi endilisekileyo
Elders were looking up to you
for a bread winner
Amasoka ebekujongile
ubuntombi bakho ubuhloniphile
ubuqhaqhazelisa amasoka
ubuhle bakho bebuqhayisa
ubukade ulindliso
unomusa nothando
ubusithi xa udlula
ibe ngoma hayi! hayi ndiyeke
The time came you saw boys
boys that played with your mind
uzidle ngobuntombi bakho
uzive ngobuntombi bakho
Don’t let boys to get through you
Nabanye bebekujonga
Njengentyatyambo enesidima
ubusithi xa ubonwa kuthwe
Isoka eliyo kuthatha liyobona okulungileyo
But as time passed by
you met with the wrong crowd that gave you bad attitude
to take with.
As people were looking up to you
you thought the dreams they have
for you were just for nothing.
Ubuyintombi endilisekileyo
Isidima sakho ibisesothando noxolo
kodwa hayi! Ukumamela amazwi abanye abantu
sisi, dade
You were the pride of your future
kodwa uzimoshe ngokwakho
uyozikhalela.