Khetha ukuphilisana nabantu ngoba bakuncedA
Hamba ngobunono ngoba baninzi abazakufunda kuwE
Ofundileyo kuwe, wokufundisa ihlabathI.
Lilulamele ihlabathi kunye nabantu balO
Olothando lwakho la kuvela kuluntU
Sonwabele ubushushu nobubele bakhO
Abonge ophezulu ngabantu bakhE