Ngxeee! Mzi kaPhalo
Ndithi moy’ozolileyo kuni
Ndithi moy’ocwengileyo kuni
Ngobubanzi benu.

Ndiziv’ingathi ndingangxengxeza kuni
Mzi wase Khaya ngenxa
Yobunzima esijongene nabo kweli.