Ingase ndithethe ngelizwi elivakalayo
Elinamandla nelihambayo
Ndizokubulela oomama abandikhulise
Nda ngaka ngoku
Ingase ndithethe, kuwo wonke
Umntu wasetyhini ondenzele
Okanye othe wathetha into ebalulekuleyo
Ingase bendine lizwi elivakelayo
Ngothipheleleyo
Ukuze ndizo tshintsha abantu
Abasondelese nam
Nezinto ezenzekayo
Iphupha endinalo ngokutchintsha
Kewlizwe lam
Abamelwane bam
Ndakuma phezu kwendlu encinci
Yasekhaya ndithethe
Kwaye ndithethe ndithi
Bamelwane makuphele ukukhathazeka
Kubekho uvuyo nemicili
Ingase ndithethe kumahlwephu
Kwaye ndibanike ithemba
Ngobomvu aboncono
Ingase ndithethe kwabo
Bephakathi thukufa nokuphila
Kwaye ndibenze baphile
Bomelele
Ingase ndithethe kwabo balambayo
Kwaye ndibanike isondla
Esifanelekileyo
Our trouble society
Ingase ndithethe
To immoral society
Oh, Ingase ndithethe