Ububi ngebungekho ukuba okuhle bekungekho
Ulamba ngekungekho uba uhlutha bekungekho
Ugula ngekungekho uba ugqirha ebengekho
Uzila ngekungekho kuba intlungu ibingekho
Unxila ngekungekho uba utywala bebungekho
Ukufa ngekungekho uba uphila bekungekho
Uzama ngekungekho uba ukohluleka bekungekho
Ungcola ngekungekho uba ubulungisa bebungekho
Uthando ngelungekho uba ucaphukelana bekungekho
Okokuqala ngekungekho if okokugqibela bekungekho