Mbulelo Diza – Ngunyana ka Nothando, upha kwi 30s

Nothando Diza – Ngumama kaMbulelo, uzithandela icawa, uthobekile, uneminyaka eyi 60.

Norah – Ngumlingane nomakhelwane kaNothando upha kwi 60s.

Letti – Engumakhelwane kaNothando no Norah bahamba icawa enye, uneminyaka eyi 50s.

Themba – Ngumyeni ka Letti, uneminyaka eyi 70.

Sipho – Ngumlingane kaMbulelo, bakhula bonke uneminyaka eyi 30.

Noloyiso – Ngumama kaSipho noNtombi, uthanda ubumnandi neziselo ezibandayo upha kwi 50.

Ntombi – Ngudade omncinci kaSipho upha kwi 20.

Mziyanda – Usebenza noMbulelo upha kwi 30s.

Mr Ntshebe – Ngumphathi kaMbulelo eCargo Motor Repairs upha kwi 50s.

Portia – Yi girlfriend kaMbulelo, entle kakhulu, upha kwi 30s.

Linda – Ngumama kaPortia, I girlfriend kaMbulelo.

Mfundisi uMandla – Ngumfundisi wnkonzo kaNothando.

***