Ukudanisa yinto ethandwa nguRisenga, kukuphela kwento abalekela kuyo xa kukho iinzima zobomi. Xa isithandwa esitsha esikhweletayo seqabane lakhe lomdaniso sibohlukanisa, uRisenga kufuneka efumene iqabane elitsha lomdaniso ngokukhawuleza, kodwa uVukosi onomtsalane ngumdanisi ongalandeli hlobo luthile lomdaniso kwaye yena ungumdanisi we-ballroom. Angakwazi ukuthetha naye abaliqabane lakhe lomdaniso, kwaye ukuba uyaphumelela, baza kulenza na ixesha lokulungiselela ukhuphiswano olukhulu?
This story is available in English: One Perfect Thing.