Nkosi yilwa nabalwa nam,

Qhaqha lapho ababophe khona,

Ndifihle kwintshaba namarhamcwa omhlaba

Ze ungandilibali xa usehla

Uzopha abantwana bakho amandla neentsikelelo

Hlala nam Nkosi, undilondoloze

Undibeke endaweni ebanzi.

Ungandilibali nalapho endihamba khona, usoloko unam simakade.

Maluqhube usuku ngokwentando yakho

Thixo.

Amen