Ngokomoya ndonakele

Ngokomphefumlo ndidandathekile

Ngokwentliziyo ndaphukile

Ngokwengqondo ndincamile

Ewe ndiyavuma akukho nto ndingcono ngayo.Kodwa intliziyo yam inento ungasoze uyithole kwabanye abantu Uxolo, Nothando.

Zithethiwe izinto ngam dalinto yaye ezinye zazo ziphuma kwimilomo yabantu impilo yam yobutabane abanye benu iyabahlukumeza kodwa lento lento ayindixaki nakaninci ngokuba abam abazali bandamkela ngezandla ezishushu.

Ewe andalinto xa ubona mna ubona isiqalekiso into egcwele ubusathane phakathi nalapho akunandaba ngoba ngiyazi ukuthi hayi Mani uThixo ubathanda bonke abantu Okwakho nje kuba ugxeke mgxeki kuyabulewa.Eyam impilo soze ime imiswa nje ngolwatha abangazazi ukuba bafuna ntoni empilweni ibizoba ngcon kakhulu ukuba lento ibiphuma konozala bam hayi nje ebantwini endingaceli nto kubo endingabaxabisanga impilo yam yobutabane mayinganixaki.

E.Hlwayi