Kudala ndinicinga nge nhliziyo kodwa hay aniveli ndawo

Kanti na wena awunayo na inhliziyo ?

Ndikucela nje okwexeshana elincinci khe ndifane ixesha lokubonana nabantwana bakatatawam ngoba naye akangethandi ukubona abantwana bakhe bahlale bangezani

Kanti wena awunguye na imntu? Awundicingeli mna na

Ngoba hay andiceli Mali ndicela ithuba lokubonana nabantwana bakatatawam

Ukhumbule ukuba nam ndinayo inhliziyo