Ubomi buka Minothando ngamahla ndenyuka,

kazi woneni ukuze azuze intlungu zodwa.

Funda wonwabele ibali lika Minothando Xulu ehlupheka,

ekhuliswa ngumakhulu wakhe,

de wakhaba ibhekile,

umama wakhe engamkhathalelanga ze,

utata wakhe wamshiya emhlabeni eselusana .