Umhla we 3April 2019 Lusuku lwange cawer Ekusen

Savuka Satya Isidudu(ndengani) kwakhala Ifoun umakhullu wayithatha wasabela .Ngesaquphe umakhullu wasitsho isikhalo samgijimel kwenzeka Ntonii mama

Makhullu”Yhinii nkosii ukundiThwaliswa ubunzima Obungaka Makhullu yintonii.umakhullu watsho kanyer Aya Mntam Uzinake.Utatakho usishiyile .

Yhoo ndaKhala Kwaya ngam πŸ’”πŸ˜­

Kodwa keR akulohlazo Ukushiywa ngutatakho kwaye kumelle waziswe ukba Akasekho .

Kwahamb ixesha Kwangcwatya kwathii kwii vekana ezimballwa Ekusen yakhalla Ifoun ngenj’ixukuxa kusweleke abafana ababinii basekhayya yhoo yinton Lenah yenzeka kwelikhaya Kwehlentonii nah Kwaske kwacacba Bayaphela!

Eyii ndabona ukbah abantu baseThekwin baDalelwe thina Abasafunii kwantoh zikah Hlongwe nditsho intoh zkah Khawulla

  • Part 2 still coming…..