Kubalulekile ukuba
ngumntu one mbeko
Kubalulekile ukuba ngumntu ozithobileyo
Imbeko kumele iqale
ekhaya
Xa ungamhloniphi
umzali wakho
awuno kwazi uku
hlonipha omye umntu
wangaphandle
Xa ungazihloniphi wena kuqala
awuno kwazi uku
hlonipha omye umntu
ngoba inhlonipho kumele
iqale ngawe
Iba ngumntu ozithobileyo
ebantwini
uvumele uku khutshulwa
ngabanye abantu
Nikela uthulile
uvumele izibusiso zakho
zibe yinxolo
Sebenza kanzima uthulile
uvumele impumelelo yakho
ibe yinxolo
Iba ngumntu
ebantwini ukhumbule ukuba
umntu ngumntu ngabantu
Zithande ngaphambi
kokuba uthandwe
ukuze okuthandayo abone
uthando ozithanda ngalo
Zithande
Zihloniphe
Zithobe
Zinakekele
Zikhuthaze
Zakhe
Zixolele