Oko ndasimbitha.

Ndise ngu mbungu ongento.

Xeshikweni ndisa gquba ethulini!

Oh ubomi bunditywatyusha.

Oh hayi le yam intliziyo ilihlwili.

Siyinyoka nesele kaloku Nolonwabo.

Ndibhenele kwizi yobisi.

Bambi bathi kulapho kufuneka ichiza.

Ndilala ngazo, ndivuka ngazo.

Ndiphenduke ungantweni ndimfile kuzo.