FunDza Logo
Menu Search Login
For the best FunDza experience, login to FunDza.

“Shoooooes!” (isiXhosa)

Author
Peter Rule
Publisher
New Readers Publishers
Language
isiXhosa
Licence
All Rights Reserved.
Length
Medium
Topics
Biography
22
Login to Like.
22

Ibali likaLeonard Gregory

ULeonard waye engumdlali webhola ekhatywayo obalaseleyo. “Wayevuth’ umlilo”, edlala kanye esuswini sebala, kunjalo nje esiza nawo amanqaku, amanqaku ayeqala ezinyaweni zakhe. Babe suka bagqume ababukeli, besithi “Shoooooes!” xa uLeonard ebambe ibhola esiya ezimpondweni, ibe phofu into ayifunayo ilinqaku.

Ngephanyazo, yonke into yatshintsha! uLeonard wavelelwa yingozi emasikizi, walahlekelwa kukusebenzisa imilenze yakhe. Eli libali lika Leonard, indlela abambelele ngayo elukholweni lwakhe, kananjalo nendlela anyamezela wamkela ngayo ubomi bakhe obutsha. Waphinda wabonisa uluntu ukuba abantu abakhubazekileyo bangadlala enkulu inkxaxheba ekhuphuhliseni indawo abasuka kuzo.

Click on the link to read this in Zulu, Afrikaans or English.

  • "Shoooooes!" (isiXhosa) - Isahluko 1
  • "Shoooooes!" (isiXhosa) - Isahluko 2
  • "Shoooooes!" (isiXhosa) - Isahluko 3
  • "Shoooooes!" (isiXhosa) - Isahluko 4
  • "Shoooooes!" (isiXhosa) - Isahluko 5
  • "Shoooooes!" (isiXhosa) - Isahluko 6
Login to Comment
22 Responses
I want this book iqhina lomtshato
asandayanelisa@gmail.com · 2 years ago
Ingathi libali elunemfundiso Eli.
Zimkita Kwanini · 2 years ago
Elibali lindenza ndizive igathi ngielibali limandi🤗🤗🤗🤗❤️❤️❤️❤️❤️😉
Thuuso · 2 years ago
Ithemba alibulali qha lona liyadanisa zamkele ubuwena bakho
Xmart Matala · 5 years ago
Akulahlwa mbeleko ngw'ufelwa
Xʍaʀt Mataʟa · 5 years ago
Load More
Go to Library
HOMEABOUT UST&C'sCONTACTHELP
© 2023 FunDza