Utata ka Sihle uza kuphuma entolongweni kungekudala, kwaye uSihle akazi ukuba makazive njani. Ingaba kwenzeka ntoni kanye phakathi kukamama wakhe notata wakhe? Ingaba utata wakhe wambulala ngenene umama wakhe? Khona ingaba ukukhululwa entolongweni kukatata wakhe kuqulethe intoni kwikamva lika Sihle?
This story is available in English here.