U-Irma noIsaac babengafihlelani nto – oku kwabelana ngayo yonke into kwakuquka indlela abathi bebobabini batsala nzima ngayo ukulwa ubukhoboka botywala abazifumana bekubo de u-Irma avume ukuba uziva bengengobalingane nje kuphela kodwa uneemvakelelo ezingamandla zothando kodwa u-Isaac wamala, emophula intliziyo. U-Irma uyayikhumbula
indlela abebesondelene ngayo kwaye wayezimisele ukufumanisa ukuba yayiyintoni unobangela wokuba u-Isaac amthi tya ngaphandle engamnikanga nenkcazelo… ukuba nje wayesazi ukuba u-Isaac wayenento awayengakwazi kumxelela yona …
This is also available in English – Being Human