USabelo usentolongweni ulinde ukuthethwa kwetyala lokudlwengula. Udadewabo, uNonyaniso, uyishiyile ilali yakhe efuna ubomi obutsha. Kodwa unoloyiko olungummangaliso entliziyweni yakhe. Ngubani owamdlwengulayo ngoba busuku babungenanyanga? Akakhumbuli…
This story is also available in English: Free At Last
This story forms part of the “Mentoring our Future Writers” project, that has been made possible with National Arts Council funding.