Abantu elalini yakhe bayagula bayafa. UThabo, umfundi wezobunzululwazi eWITS, ucinga ukuba wazi kakuhle ukuba kutheni. Ubonelelo lwamanzi lufakwe ityhefu ngamanzi anetyhefu aphuma kumgodi omdala – kodwa akukho mntu ufuna ukumkholelwa. Ingaba umhlobho wakhe wakudala u-Amahle angamnceda? Phofu ke, ingaba uza kuvuma nje ukuba ngaphezu kokuba ‘ngumhlobo’ kuye?
***
This story is also available in English: Acid Minds.
This is the third story in our special ‘Rights’ project. Read the It’s Your Right Handbook to find out more about our Constitution and Bill of Rights, and read the Environmental Rights Handbook to learn more about the right to a safe and healthy environment.