Kwakufuneka benze wonke umsebenzi wabo ebusuku. Kuba babenziwe ngekhandlela!

Kodwa omnye wamakhwenkwe wayelangazelela ukuphuma phandle elangeni.

Ngenye imini ulangazelelo lwakhula ngamandla. Abantakwabo bamlumkisa.