Some are killed by high body temperature
Abanye kuthwe mabayozi quarantine(a)
After quarantine babuye beryt meaning
Umzimba budinga uresta and relax kuhle ibody temperature.

Abantu must eat greenies (vegetables & fruit) and drink a lot of water,
ukuthoba ubushushu emzimbeni, sukani emafutheni,
I know ayikho lula lonto kodwa iyanceda ingakumbi kwelixesha
lokuhlolwa kwe body temperature.