Njengoba sesisazi ukuba ke lobhubhane wesisifo sowutshabalalise unintsi lwemiphefumlo emsulwa kweli lomzantsi
Noko sekukukhulu esesikwenzile ukona lomhlaba
Ngoku umhlaba sewudiniwe uyasiyekelela
Uninzi selutshabalele ngenxa yezono zethu
Ngoko ke ndithi masizigcine emakhaya
Sihlambe nezandla
Ukuze sihlale sikhuselekile
Ngokwenza njalo iyobe sisebenzisana norhulumente ekulweni esisifo
Masingabinankani maqabane, konke kuzodlula
Sosuke sijonge embo and honor those who have lost their souls and their lives during this time of struggle.
Ewe bawo siyavuma sonile ngenkanuko nentliziyo zethu
Silapha nje yindlela esiqhube ngayo izinto
Uninzi luzibuza luziphendula
Abanye babuza imibuzo buciko
Aziba senzeni na Nkosi yam?
Emhlabeni sibuthwele ubunzima

Aww! Thixo langa lomphefumlo
Wena ulelethu ithemba emhlabeni
Kwaye nguwe onempendulo zethu
Aziba senzeni Nkosi yam?