Utata kaThuli uMoses uququzelela ugwayimbo xa umhlobo wakhe omdala uMpumi enxibelelana naye ngesiquphe malunga nomsebenzi wokuba yimanejala. Usapho lumenyelwa ekhayeni likaMpumi eliphucukileyo, kwaye uThuli udibana nonyana wakhe uSebastian. Aba babini banomtsalane omkhulu omnye komnye. Kodwa ingaba kukho nto ingaqondakaliyo na engasemva kwalo msebenzi, kwaye ingaba iza kuchaphazela uThuli noSebastian?
This story is available in English: Sabotage