UKamo uphuma kwikhaya elingathathi ntweni, urumza wakhe uLungelo uyagxothwa edyunivesithi ngenxa yemali yesikolo angakwaziyo ukuyihlawula. Kufika uPeter, umlungu ofumileyo ngokwezimali athathe indawo kaLungelo, kuqale ukujiya kwezinto. Nangona uPeter ezibandakanya kugwayimbo lwabafundi lokukhalazela ii-fees, umfo uqhayisa nge-charity ayenza ngeMandela Day nto leyo edala ungquzulwano phakathi kwabo. Ingaba uPeter noKamo baza kufumana indlela yokuxazulula iimeko abajongene nazo?
***
This story is available in English: In My Hands.