pic6

Waba nomsindo umama wakhe wamohlwaya wathi makaqokelele ukutya, azilise ingxowa ngokukhawuleza.

Wambombozela kodwa esebenza, kuba wayesazi ukuba akazi kutya xa engasebenzanga.

***

His mom was so angry that she gave him a punishment. She asked him to quickly fill up the bag with food.

He mumbled while doing the work because he knew โ€˜no workโ€™ meant โ€˜no food.โ€™